similarity
float32 1.05
1.25
⌀ | English
stringlengths 1
499
| Xhosa
stringlengths 1
500
|
---|---|---|
1.222097 |
Those decisions enabled them to move to Ghana in 2004.
|
Ezo zigqibo zabenza batsho bakwazi ukufudukela eGhana ngo-2004.
|
1.222076 |
God is the one who gave you a new heart.
|
UThixo nguye okunike intliziyo entsha.
|
1.22205 |
Since then, those who have the hope of living forever on earth have joined the anointed.
|
Ukususela ngoko, abo banethemba lokuphila ngonaphakade emhlabeni baye bathelela abathanjiswa.
|
1.221852 |
Rather, they said: "What are we to do, because this man [Jesus] performs many signs?"
|
Kunoko zathi: "Yintoni na emasiyenze, ngenxa yokuba lo mntu [uYesu] wenza imiqondiso emininzi?"
|
1.221814 |
When the unrighteous are resurrected, will they be judged on the basis of their past actions?
|
Xa abangengomalungisa bevuswa, ngaba baza kugwetywa ngokwezenzo zabo zangaphambili?
|
1.2218 |
If and when you did turn your back on God, what was the cause (s)?
|
Nxa nifanele ukuguqukela ku-Tixo, niyakuzilandulela na, nitì anikalungi?
|
1.221772 |
Because they have all descended from Adam.
|
Kuba bonke babeyinzala ka-Adam.
|
1.221771 |
And I know that they will be preserved; for there are great things written upon them, out of which my people and their brethren shall be judged at the great and last day, according to the word of God which is written.
|
Kwaye ndiyazi okokuba ziya kulondolozwa; kuba kukho izinto ezinkulu ezibhalwe kuwo, ezimalunga nezinto zabantu bam nabazalwana babo abaya bkugwetywa ngazo ngomhla omkhulu nowokugqibela, ngokwelizwi likaThixo elibhaliweyo.
|
1.22163 |
and make them joyful in my house of prayer."
|
ubenze bavuye endlwini yam yokuthandaza;
|
1.221499 |
All of us need knowledge and counsel from God's Word.
|
Sonke siyasidinga isiluleko nolwazi olusuka kwiLizwi likaThixo.
|
1.221495 |
No one else in the world wanted that name, but God has blessed us in the use of it for over eight decades.
|
Akukho namnye emhlabeni owayefuna ukubizwa ngelo gama, kodwa uThixo uye wasisikelela ngokusebenzisa lona ngaphezu kweminyaka engama-80.
|
1.221471 |
And the woman in them was much older than her chosen one.
|
Kwaye umfazi ophakathi kwabo wayemdala kunokhethiweyo wakhe.
|
1.22134 |
God is in the heavens and he does what he pleases.
|
IZibhalo zithi: "UThixo wethu usemazulwini; yonk' into ayoliswa kukuyenza uyenzile."
|
1.221232 |
And it was revealed to Nuh (Noah): 'None of your people will (now) believe (any more) except those who have (so far) believed.
|
Kwakhona, asithandabuzi ukuba uNowa wachazela abantu ngekuphela kwendlela yokusinda, ephinda amazwi kaThixo athi: "Umele ungene emkhombeni."
|
1.22122 |
Consider some of the features mentioned in God's Word.
|
Phawula ezinye zezo ziganeko ezikhankanywe eLizwini likaThixo.
|
1.221197 |
He was no longer dead, as his enemies believed.
|
Wayengasenguye umfi, njengoko zazicinga iintshaba zakhe.
|
1.221154 |
11 When a person is not humble and wants to have more authority, it is hard for him to stay loyal to God.
|
11 Xa umntu engathobekanga yaye ezifunela igunya, kuba nzima ngaye ukuhlala enyanisekile kuThixo.
|
1.221123 |
They will come and bind themselves to the LORD in an everlasting covenant that will not be forgotten.
|
Baya kuza kwaye banamathele eNkosini ngumnqophiso ongunaphakade, ekungekho nto iya kususa ilityalwe.
|
1.221035 |
I call unto them and they STAND up together.
|
Ndiya kubabiza, yaye aya kuma ndawonye.
|
1.220973 |
But if you remit it by way of charity, that is effectively for you if you only knew. "
|
Indlela oncedakala ngayo: UThixo ukuthembisa ubomi obungunaphakade ukuba uye wamazi.
|
1.220843 |
55:43 This is the Hell, which the culprits belie.
|
[55:43] Lo is Gehenna lowo necala sebenzisa landula!
|
1.2208 |
What can we learn from the account of Aaron and the death of his sons?
|
Yintoni esinokuyifunda kwinto eyenzeka ku-Aron noonyana bakhe?
|
1.220742 |
My servants shall rejoice, but you shall be ashamed.
|
Abakhonzi bam baya kuba nemihlali, kodwa nina niya kudana.
|
1.220673 |
6 In our time, people think and act like the Canaanites.
|
6 Kule mihla yethu, abantu bacinga baze benze njengamaKanan.
|
1.220668 |
Either they were not collecting the people's tithes or they were not forwarding them to the temple, as they had been assigned to do.
|
Mhlawumbi ayengaziqokeleli izishumi ebantwini okanye engazidluliseli etempileni, njengokuba yayingumsebenzi wawo ukwenjenjalo.
|
1.220596 |
He said: 'Wolves and sheep will live together in peace.
|
Wathi: 'Iingcuka nezimvu ziya kuhlala kunye ngoxolo.
|
1.22058 |
He is the only God; there is no other God like Him.
|
Nguye kuphela uThixo oyinyaniso, ibe akakho omnye uthixo onjengaye.
|
1.22051 |
Say, "Lord, I give my life to You today.
|
"Nkosi yam, Thixo wam, namhlanje ndibonakala phambi kwakho ngokuzithoba okukhulu, ndikucela umphefumlo (Igama lomntu ongasekhoyo) lowo umbizele ukuba aphumle nawe.
|
1.220506 |
"Which of your Lord's marvels can you deny?"
|
[42:44] Whomever NKULUNKULU sa astray ze vumbululo tando phi nye lord you
|
1.220395 |
God is uncreated, all-powerful, all-good, and infinite.
|
Yabona, uThixo unamandla, akacekisi bani; Unamandla ngokuqina kwengqondo.
|
1.220382 |
They pray for God's will to be done on earth, and they also do God's will.
|
Bathandazela ukuba ukuthanda kukaThixo kwenziwe emhlabeni, kwaye bayakwenza nabo.
|
1.220283 |
In My Name they will cast out demons;......
|
Egameni lam, baya kukhupha iidemon.
|
1.220281 |
He is even considering returning to a foreign-language group!"
|
Phofu, ngoku ufuna ukubuyela kwiqela elisebenzisa olunye ulwimi!"
|
1.21997 |
We had approached him but he refused.
|
Kodwa thina sisondele kuye, kwaye awanjalo.
|
1.219927 |
This is because he will be in heaven, and they will not be able to see him there.
|
Oku kungenxa yokuba uya kuba esezulwini, yaye abasayi kukwazi ukumbona apho.
|
1.219897 |
He will cause the humble to trend in judgment, and he will teach the humble the way.
|
Izabakhokhela abathobekileyo ekwahlulelweni, ibafundise abathobekileyo indlela yayo.
|
1.219833 |
"Who is this that darkens counsel without knowledge?"
|
"Ngubani lo owenza mnyama isiluleko ngamazwi angenalwazi na?
|
1.219784 |
They have to give (part of) their income to someone else.
|
Yaye bafanele babushiye kwabanye ubuncwane babo.+
|
1.219545 |
Rather than portraying God as aloof from mankind, the Bible says: "He is not far off from each one of us."
|
Kunokuba ichaze uThixo njengokude lee ebantwini, iBhayibhile ithi: 'Akakude kuye ngamnye wethu.'
|
1.219517 |
But for you who fear my name, the sun of righteousness shall rise [...]
|
Ke kuni, nina baloyikayo igama lam, ilanga lobulungisa liya kuphuma, linophiliso emaphikweni alo.
|
1.219316 |
Heaven belongs to God, but the earth is for man.
|
Amazulu ngakaThixo kodwa umhlaba ngowabantu.
|
1.219245 |
Most likely it was the name of Our Lord.'
|
Mhlawumbe ikho ingelosi kwicala lethu nkosi!"
|
1.219207 |
god who sees and understands all things.
|
Kwaye kukho uThixo obona kwaye uyazi yonke into.
|
1.219036 |
That is better for you, should you know. "
|
Yeyona ndlela ibhetele kuwe ukuba kodwa wayesazi."
|
1.218769 |
Then this last deception will be worse than the first."
|
Kwaye le mpazamo yokugqibela iya kuba mbi ngakumbi kuneyokuqala. "
|
1.218672 |
The sisters were about the age of my mother, so I certainly had respect for them.
|
Aba dade babeziintanga zikaMama, ngoko ndandibahlonela.
|
1.218663 |
then see what will become of his dreams!"
|
Sibone ke ukuba aya kuphelela phi na loo maphupha akhe."
|
1.218466 |
"He has provided food for those who fear Him; He remembers His covenant forever."
|
Ubaphe ukudla abamoyikayo; Uwukhumbule ngonaphakade umnqophiso wakhe.
|
1.218443 |
I call unto them and they stand up together.
|
Ndiya kubabiza, yaye aya kuma ndawonye.
|
1.218394 |
You will hear the builders during the day.
|
Uya kuva abakhi emini.
|
1.218145 |
of those who keep his covenant, and remember to carry out his precepts.
|
Kwabawugcinileyo umnqophiso wakhe, Kwabazikhumbulayo iziyalezo zakhe ukuba bazenze.
|
1.218068 |
Even though God has invited them to go to heaven, they will receive their reward only if they remain faithful.
|
Nangona uThixo ebamemele ukuya ezulwini, baya kuwufumana umvuzo wabo kuphela ukuba bahlala bethembekile.
|
1.218 |
These days, he eats all kinds of Nigerian food."
|
Le mihla, udla zonke iintlobo zokutya zaseNigeria. "
|
1.217993 |
This day there is no curse for the Believer.
|
Abakholwa namhla, Abanakugwetywa (There's no condemnation to all who believe)
|
1.217914 |
abases whom He wills.
|
Humruzuku ampendaye.
|
1.217821 |
She said: "I lost my home, and I lost most of my family."
|
Wathi: "Ndalahlekelwa likhaya nangamalungu aliqela entsapho yam."
|
1.217806 |
"Abundance and wealth is in his home, and his righteousness stands forever."
|
Izinto zexabiso nobutyebi zisendlwini yakhe; nobulungisa bakhe bumi ngonaphakade."
|
1.217643 |
When the wicked ones are cut off, you will see it."
|
Xa abangendawo benqunyulwa, uya kubona."
|
1.217631 |
punishment, in this life and in the Hereafter.
|
Ubohlwaya kwalapha kobu bomi kwanakobuzayo.
|
1.217516 |
Some of God's servants, though, have an even greater challenge.
|
Noko ke, abanye abakhonzi bakaThixo bajamelene neengxaki ezingakumbi.
|
1.217446 |
Seek the counsel of [those] who will tell you the
|
Buzani kunyan' olahleko uya kunixelela,
|
1.217362 |
17 Most of God's servants today will not go to heaven.
|
17 Uninzi lwabakhonzi bakaThixo namhlanje aluzukuya ezulwini.
|
1.217315 |
Once their powers of discernment have become clouded, it becomes more difficult for them to distinguish right from wrong.
|
Xa amandla abo okucinga engasebenzi kakuhle, kuba nzima ukuba bahlule okulungeleyo kokubi.
|
1.216995 |
And when you are married to one of Jehovah's Witnesses, you have a loyal, reliable, and self-sacrificing spouse."
|
Xa utshate neNgqina likaYehova, oko kuthetha ukuba uneqabane elinyanisekileyo, elithembekileyo nelingazicingeliyo."
|
1.216829 |
You have found life by your own hand; because of this, you have not prayed.
|
Ufumene ubomi ngesandla sakho; ngenxa yale nto, khange uthandaze.
|
1.216826 |
Then he added: "There is no force more powerful than truth, and it will prevail."
|
Kamva wathi: "Ke yena uSomandla, asimfumananga; uphakamile ngamandla, yaye okusesikweni nobulungisa obuninzi akayi kubudelela."
|
1.216818 |
Anthony: Think of it this way: We didn't need to know Moses' personal name.
|
Anthony: Khawuyijonge ngale ndlela le nto: Kwakunganyanzelekanga ukuba silazi igama likaMoses.
|
1.2168 |
"It shall be established forever like the moon, And the witness in the sky is faithful.
|
Iya kuqiniseka njengenyanga ngonaphakade; Ingqina lasesibhakabhakeni lithembekile.
|
1.216703 |
"And he said to his wife: We shall certainly die, because we have seen God. "
|
Wathi uManowa kumkakhe, Siya kufa ngenene, ngokuba simbonile uThixo.
|
1.216669 |
Imagine, then, the angels shouting the same message to you: "Do not be fooled by Satan's lies!"
|
Yiba nombono weengelosi zisithi kuwe: "Ungamyeki uSathana akuqhathe!"
|
1.216606 |
He will call him whatever he wants to be called!
|
Makazibize ke umntu ngoko athanda ngako, ukhululekile!
|
1.216548 |
(Matthew 5:28) This is what happened to King David.
|
(Mateyu 5:28) Yiloo nto kanye eyehlela uKumkani uDavide.
|
1.216479 |
The Word of God, then, is vitalized by the very life of God, and therefore it is a living Book.
|
hai Ye rakhwala kum kum allah apna kitabo
|
1.216477 |
Yet Jesus said, "Not one of them is forgotten before God."
|
UYesu wathi: "Akukho namnye kubo [kuquka nalo olibhaso] olibalekayo phambi koThixo."
|
1.216197 |
When God's prophet Samuel did not show up in Gilgal at the appointed time, Saul became impatient.
|
Xa umprofeti kaThixo uSamuweli engazange afike ngexesha eGiligali, uSawule akazange amlinde.
|
1.216196 |
You should know that the same church today:
|
Uyazi ukuba icawa efanayo namhlanje:
|
1.216137 |
God will help thee for to-morrow:
|
UThixo uyakunceda kwangentseni.
|
1.216054 |
"God is treating you as his children.
|
UThixo uniphatha njengoonyana bakhe.
|
1.215849 |
This is a creek which takes its name from Puti'a'a (see above),
|
Ikwafana nomqolo (wentlanzi) wamathambo, kulapho igama livela khona.
|
1.215695 |
And besides, as I say, Sydney tried to fly.
|
Kwaye ngaphandle, njengoko nditshoyo, uSydney uzame ukubhabha.
|
1.215694 |
The Bible does, in fact, say: "There is going to be a resurrection of both the righteous and the unrighteous."
|
IBhayibhile ithi: "Kuza kubakho uvuko lwamalungisa nabangengomalungisa."
|
1.215668 |
We are waiting for God's promises to be fulfilled, for a time when God will fully rule or reign over all of creation.
|
Sikulinde ngamehl' abomvu ukuzaliseka kwesithembiso sikaThixo esithi: 'Kuya kubakho ukudla okuziinkozo okuninzi emhlabeni.'
|
1.215642 |
The Qur'an is clear that we are not to obey our parents in things which are forbidden by Allah.
|
I-Qur'an icacile ukuba asiyikuthobela abazali bethu kwizinto ezingavunyelwe ngu-Allah.
|
1.215517 |
Like Noah, dedicated disciples obediently carry on in the work that God has assigned them to do.
|
NjengoNowa, abantu abazinikele kuThixo baqhubeka bemthobela yaye besenza umsebenzi abawuthunywe nguye.
|
1.215396 |
inquire from those who witnessed them.
|
Bavunyelwe bababuze abantu abanika ubungqina ngabo.
|
1.215357 |
When the angels fell in love with the women of earth and had children with them, their offspring were demonic.
|
Xa iingelosi zazambathisa imizimba yabantu zaza zaba neentlobano zesini namabhinqa asemhlabeni, abantwana bazo bakhula baba ziingxilimbela.
|
1.215353 |
IT/Consulting, Luxembourg is waiting for you!
|
IT / Consulting, Luxembourg ulindele wena!
|
1.215226 |
Can we know the date when God's judgment will come?
|
Ngaba sinokuwazi umhla aza kugweba ngawo uThixo?
|
1.215138 |
Ask them: "Why did you become one of Jehovah's Witnesses?)
|
Babuze oku: "Kwakutheni ukuze ube liNgqina likaYehova?"
|
1.21508 |
(Hebrews 5:8) Do you think that we too can learn that lesson? -
|
(Hebhere 5:8) Ngaba ucinga ukuba kukho nto sinokuyifunda nathi apha? -
|
1.21502 |
guys, I've got a working code from here!
|
bafana, ndinekhowudi yokusebenza evela apha!
|
1.214937 |
Otherwise, he will be punished in this world and in the Hereafter.
|
Ubohlwaya kwalapha kobu bomi kwanakobuzayo.
|
1.214898 |
But most of God's people are not like that.
|
Kodwa uninzi lwabantu bakaThixo alunjalo.
|
1.214748 |
God's servants cooperate with one another: In the congregation, we follow any direction we receive.
|
Abakhonzi bakaThixo bayasebenzisana: Ebandleni sithobela lonke ulwalathiso esilunikwayo.
|
1.21474 |
• November 22: All churches closed in Paris.
|
• NgoNovemba 22: Zonke iicawa zivaliwe eParis.
|
1.214659 |
So far, indeed, you have seen him ascend.
|
Benimbonile egcuma phambi kwenu,
|
1.214563 |
The Bible says: "There is going to be a resurrection of both the righteous and the unrighteous."
|
IBhayibhile ithi, "kuza kubakho uvuko lwamalungisa nabangengomalungisa."
|
1.21456 |
This is our trust in an eternal, all-powerful, all-wise, all-loving God.
|
Umele udunyiswe Thixo wethu kuba uzukile, unobulumko, unamandla yaye womelele.
|
1.214558 |
And if I enter into the city, then, behold, those who are sick with famine!
|
Kwaye ukuba ndingena esixekweni: yabona, abo batyhafiswa yindlala.
|
1.214525 |
unbelievers do, he will be singled out very quickly and ostracized.
|
Kodwa abo abangakholwayo, ngokukhawuleza behla izandla, baninzi amathubachachachavarovyvayutsya kwaye bazive bengonwabi.
|
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.