Dataset Viewer
Auto-converted to Parquet
Xhosa
stringlengths
1
500
emotion
stringclasses
7 values
Usezandleni zikaThixo, endimnqulayo. "
neutral
Uthi: "Ndiyakuthanda ukuxelela abanye ngenyaniso.
joy
Siya kumenzela ntoni na udade wethu mhla kuya kuthethwa ngaye?"
fear
Abanye kusenokwenzeka abazange batsho la mazwi ngqo, sekunjalo bafunga phambi koThixo.
neutral
ngenyaniso akufundise yona?
surprise
Oko yoka mawa djodjo eeeh Ngonda ay imene heinhein,
neutral
Inyaniso yeyokuba singqongwe bubungqina bobukho boMdali onobulumko, amandla, nothando.
neutral
UNowa wayengumshumayeli wobulungisa, kodwa ke abantu abaninzi abazange bamphulaphule.
neutral
Uze uqiniseke ukuba uyamshumayeza engekahambi."
neutral
Ke ngoko, thabatha abakhonzi benkosi yakho, uze umsukele, kungenjalo unokufumana izixeko ezinqatyisiweyo, usabe kuthi.
fear
Kwaye ndiyazi okokuba ziya kulondolozwa; kuba kukho izinto ezinkulu ezibhalwe kuwo, ezimalunga nezinto zabantu bam nabazalwana babo abaya bkugwetywa ngazo ngomhla omkhulu nowokugqibela, ngokwelizwi likaThixo elibhaliweyo.
neutral
Ewe kona, ukutshabalalisa abo bavukeli kwakuza kuyiphelisa tu imvukelo yabo.
anger
Kutheni uThixo wabajonga njengabantu abamkhonza ngentliziyo epheleleyo, ibe sinokufana njani nabo?
neutral
UMtyholi wayesithi, ukuba abantu baphulaphula yena, baza konwaba.
neutral
Kwelinye icala, abantu baseNinive babengenawo umnqophiso wolwalamano noThixo.
neutral
Ngaphandle koko, izibhalo zazinokuthi wayeza kuba semva komyalelo ka-Aron.
neutral
Kutheni uThixo evumela zonke ezi zinto zimbi zenzeke xa enawo amandla okuziphelisa?
anger
Ili ee mne dala drugaya?
neutral
Abantu abafileyo baza kuvuswa ebudeni beminyaka eliwaka.
neutral
Indlela oncedakala ngayo: UThixo ukuthembisa ubomi obungunaphakade ukuba uye wamazi.
neutral
Kuba imini nobusuku isandla sakho sasinzima phezu kwam."
fear
Thina na injongo enkosi yakho uhlobo kwaye uhlobo unxibelelwano.
neutral
Ubaphe ukudla abamoyikayo; Uwukhumbule ngonaphakade umnqophiso wakhe.
fear
Ukususela kumaxesha akudala, abantu babehlanganisana ukuze banqule yaye bafunde ngoThixo.
neutral
Ndandiza kubathini abantwana bam?" - UJanet, waseMerika.
fear
Sinolwazi oluchanileyo ngeLizwi lakhe ibe simqonda kakuhle yena kunye neenjongo zakhe.
neutral
Baninzi abathi kumphefumlo wam, Akunalusindiso kuThixo.
disgust
Ekukhanyeni kokusa bayakwenza, ngokuba kusemandleni ezandla zabo.
neutral
Uya kuya noko esizukulwaneni sooyise; Abayikukubona ukukhanya naphakade.
neutral
Yena nentsapho yakhe bazama ukwenza okulungileyo emehlweni kaThixo.
disgust
UYesu wathembisa ukuzinika (inkwenkwezi yasekuseni) kwabo babemelana neendlela zakhe ezimbi.
disgust
"Wathandazela amaqabane akhe."
neutral
Ziziphi iingxaki abaye bajamelana nazo abantu abaninzi, kodwa banqwenela ntoni abakhonzi bakaThixo?
neutral
Kwaye ukusukela ngoku, uya kumazi, nimbonile ke.
neutral
Wayekunye noThixo ngaphambi kokuba nayiphi na into idalwe, ngoko ke, ithatha inxaxheba ekudalweni.
neutral
Amanye amaKristu aye enza isono esinzulu aziva engenakuxolelwa nguThixo.
disgust
UEliyezere wayehamba nezinye izicaka zika-Abraham.
disgust
lonjezo la Mbuye wanga nloona.
joy
Ekubeni kwakukudala lisaziwa igama likaThixo, yintoni kanye le wayefuna ukuyazi uMoses?
neutral
Ndaphendula okokuba ingelosi kaThixo ityhile oko kuye.
neutral
Kaloku yena unguNyana kaThixo; yaye uThixo uyakwazi konke.
neutral
UNyana kaThixo wancama yonke into, kuquka ubomi bakhe, ukuze alungiselele abanye.
neutral
Kuba le yindlela uThixo unyule abantu, xa besiva iindaba ezilungileyo.
neutral
Akakho kuthi okhe wambona uThixo okanye wabona xa kudalwa into.
neutral
Ukuba wayekhethe ukuthobela uThixo, wayeza kuphila ngonaphakade kwiParadesi esemhlabeni.
neutral
Ngoko, cinga ngaLowo wazidalayo ezi zinto.
neutral
Kwaye ke wabafunzela ngaloo nyaka ngenxa yemfuyo yabo.
neutral
kwaye ngentando yakho zabakho kwaye zadalwa. "
neutral
Singatjho njani bona uZimu uberegisa iingilozi zakhe neenceku zakhe ezisephasini ukuphendula imithandazo yethu?
neutral
Sikulinde ngamehl' abomvu ukuzaliseka kwesithembiso sikaThixo esithi: 'Kuya kubakho ukudla okuziinkozo okuninzi emhlabeni.'
neutral
Siya kuhamba nawe ukuya kubantu bakowenu.'
neutral
Ndadibana nabazalwana bam sele bebuya kwintsasa elandelayo."
fear
Watsho wazi nokuba lonke uluntu lwahlukanisiwe noThixo.
neutral
"Yintoni endiyenzile kuwe ukuba undibethe ezi zihlandlo ezintathu?"
anger
eebee's Products:
neutral
Okanye ngaba uyalazi ixesha elimisiweyo lokuba zizale?
neutral
Abo barhoxa kuwe baya kubhalwa emhlabeni.
anger
Xa abangendawo benqunyulwa, uya kubona."
disgust
IZibhalo zithi: "UThixo wethu usemazulwini; yonk' into ayoliswa kukuyenza uyenzile."
neutral
Phofu, ngoku ufuna ukubuyela kwiqela elisebenzisa olunye ulwimi!"
disgust
Intliziyo yam ikholose ngaye, yaye ndincediwe, ukuze intliziyo yam igcobe."
joy
Uyabakhokela abantu bakhe ukuze bakwazi ukufumana ubomi obungunaphakade nokuze basinde kwiingozi.
neutral
Ngoko ke akuyi ukuba ukubhala walihlahlisa yemisinga ukuba anikholelwa.
neutral
Zothi ke zonke iintlanga, Kungenxa yantoni na, ukuba uYehova enjenje kweli lizwe?
anger
Kwaye Wayehlala endlwini yenkosi yakhe,
neutral
Indithumele ukuze wena uphinde ufumane ukubona, uzaliswe nanguMoya oyiNgcwele."
neutral
ubenze bavuye endlwini yam yokuthandaza;
joy
Loo nto iza kukunceda wazi ukuba uYehova ulindele ukuba wenze ntoni nokuba uye wabanceda njani abakhonzi bakhe ngaphambili.
neutral
Ukuze umsebenzi wethu usikelelwe ngOsenyangweni,
joy
Egameni lam, baya kukhupha iidemon.
disgust
Khawucinge nangoko kwathethwa yindoda ethembekileyo uYobhi, owathi: "Ndenze umnqophiso namehlo am.
neutral
UMoses wanceda abanye ukuze babe nokholo kuThixo.
neutral
"Ngubani lo owenza mnyama isiluleko ngamazwi angenalwazi na?
surprise
Njengomntu oselula, maxa wambi usenokoyika ukuthobela imiyalelo kaThixo.
fear
Babesazi ukuba baza kufa ukuba bayamona uThixo.
fear
UPawulos wathi: "Sinqwenela ukuziphatha ngokunyaniseka kwizinto zonke."
neutral
Enoba ufuna ukwenza ntoni na enkonzweni kaThixo, kuza kufuneka ube nendlela yokuziphilisa.
neutral
Abaninzi beyiseka ukuba wayebafundisa inyaniso, baze "baba ngamakholwa."
neutral
Njengoko kuvuswa abafileyo, umhlaba uya kuzaliswa luvuyo olungazange lwakhona.
joy
Iya kuqiniseka njengenyanga ngonaphakade; Ingqina lasesibhakabhakeni lithembekile.
neutral
Kodwa azizange ziphinde zibe ziingelosi zikaThixo, ngoko zaba ziingelosi zikaSathana, okanye iidemon.
neutral
Umntu ngamnye ke (ubuncinane) omnye izizathu ukuba blame.
anger
Abantu bakhangele ukubona oko wenzayo kwiimeko kuba ukhanya lukaThixo kubo.
neutral
Wathi: "Ukucoceka kwale holo kuyahambelana nonqulo lwenu."
neutral
Simenza buhlungu uThixo ukuba sithandaza komnye umntu, iingcwele okanye iingelosi.
neutral
Unoyolo yaye ungcwele lowo unesabelo eluvukweni lokuqala!
anger
Wakhetha abo bamoyikayo uThixo, abathembekileyo nabanokuthenjwa.
neutral
Iilwimi zinokuba ngumqondiso kubantu abangakholwayo.
neutral
Kwaye bonke abantu bomhlaba baya kurhoxa emthunzini wakhe, umshiye.
neutral
Amakholwa, ayikhwaz' eyoyika kub' enkwanty' ukuqwengwa,
fear
Kungekudala wafumanisa ukuba ayikho nenye kuzo eyayisenza yonke into efundiswa liLizwi likaThixo.
surprise
Ezo zinto zimele izigwebo zakho nanamhla, Ngokuba iinto zonke zingabakhonzi bakho.
neutral
Wayibeka uAron phambi kwesingqino, ukuba igcinwe.
neutral
Wasukeleni ngokukhawuleza, kuba niza kuwafumana."
neutral
Eso sithembiso siza kwenzeka nyhani phantsi koBukumkani BukaThixo.
neutral
Kodwa ngobulumko bukaThixo, ahlala ekhuselekile ezandleni zam, ndada ngawo ndabe ndikuphumezile oko kwakufuneka esandleni sam.
neutral
Uyambona na omnye wabo enqula phambi kwesithixo?
neutral
Kwakhona, asithandabuzi ukuba uNowa wachazela abantu ngekuphela kwendlela yokusinda, ephinda amazwi kaThixo athi: "Umele ungene emkhombeni."
neutral
Akathandi namnye kuthi ukuba enzakale okanye atshabalale.
anger
Badla ke, kwaye bekukho ezingakumbi, Ngokuvumelana nelizwi leNkosi.
neutral
End of preview. Expand in Data Studio

Xhosa Emotion Analysis Corpus

Dataset Description

This dataset contains emotion-labeled text data in Xhosa for emotion classification (joy, sadness, anger, fear, surprise, disgust, neutral). Emotions were extracted and processed from the English meanings of the sentences using the model j-hartmann/emotion-english-distilroberta-base. The dataset is part of a larger collection of African language emotion analysis resources.

Dataset Statistics

  • Total samples: 2,000,000
  • Joy: 163868 (8.2%)
  • Sadness: 100724 (5.0%)
  • Anger: 86951 (4.3%)
  • Fear: 76691 (3.8%)
  • Surprise: 88278 (4.4%)
  • Disgust: 135733 (6.8%)
  • Neutral: 1347755 (67.4%)

Dataset Structure

Data Fields

  • Text Column: Contains the original text in Xhosa
  • emotion: Emotion label (joy, sadness, anger, fear, surprise, disgust, neutral)

Data Splits

This dataset contains a single split with all the processed data.

Data Processing

The emotion labels were generated using:

  • Model: j-hartmann/emotion-english-distilroberta-base
  • Processing: Batch processing with optimization for efficiency
  • Deduplication: Duplicate entries were removed based on text content

Usage

from datasets import load_dataset

# Load the dataset
dataset = load_dataset("michsethowusu/xhosa-emotions-corpus")

# Access the data
print(dataset['train'][0])

Citation

If you use this dataset in your research, please cite:

@dataset{xhosa_emotions_corpus,
  title={Xhosa Emotions Corpus},
  author={Mich-Seth Owusu},
  year={2025},
  url={https://huggingface.co/datasets/michsethowusu/xhosa-emotions-corpus}
}

License

This dataset is released under the MIT License.

Contact

For questions or issues regarding this dataset, please open an issue on the dataset repository.

Dataset Creation

Date: 2025-07-04 Processing Pipeline: Automated emotion analysis using HuggingFace Transformers Quality Control: Deduplication and batch processing optimizations applied

Downloads last month
112

Collection including michsethowusu/xhosa-emotions-corpus